Monday 6 January 2014

Scene #4.1

Sidibana noMpumezo noCeliwe, kwaMpumezo. Babe behleli phezu kwebhedi, bephuzana. UCeliwe yena waye sele ekhululwe ezinye iimpahla, kodwa wayesele eshiyeke ngepeynti kuphela. Yena umQwathi, ekhulule ngentla kuphela, esanxibe ijini apha ngezantsi kunye nezihlangu, kodwa sebekhwele phezu kwebhedi.

Celiwe: “Kutheni ungafaki ikhondom kengoku Mpumie?”
Mpumezo: “Zisandiphelele jo”
Celiwe: “Masiyeke kaloku”
Mpumezo: “Khayeke jo! Sizothi nje umjikelo ubemnye qha”
Celiwe: “No sex without a condom bhuti!”
Mpumezo: “Umosha ubumnandi kodwa jo! Coz ke akhonto izomoshakala maaarn”
Celiwe: “Andifuni mntana mna Mpumie”
Mpumezo: “Andizukumithisa jo maaarn”
Celiwe: “Wazi njani kanti ukuba awuzundimithisa wena?”
Mpumezo: “Andizuchamela kuwe love”
Celiwe: “Andikuthembi ke tu”
Mpumezo: “Hay'maaarn ndithembe, serious baby”
Celiwe: “Ha.a bhuti! Ikhondom”
Mpumezo: “Khayeke jo! Tjioo! Ndiyaphela kanjani!”
Celiwe: “Bekutheni ungathengi iikhondoms wena usazi ukuba ndiyeza?”
Mpumezo: “Akhange ndiyiqonde kaloku ukuba ungafuna ubhalwa on a first day kaloku”
Celiwe: “Oh! Ubundityaya nhe?”
Mpumezo: “Ha.a jo! Khayenze maarn! Ndaphela jo”
Celiwe: “Kodwa ungachitheli kum kaloku, andifuni mntana mna”
Mpumezo: “Vula kaloku! Phofu nokuba awuyikhululanga iJiza yakho, ndizokuyifaka apha ecaleni”
Celiwe: “Ha.a yima ndiyikhulule, izondityabula kabuhlungu mna kaloku”
Mpumezo: “Iza ndiyikhulule ngokwam! Phakamisa iimpundu kaloku”
Celiwe: “Ungayiqhawuli please”
Mpumezo: “Nyusa imilenze kaloku nawe! Tjioo! Lomcwe ungena zwabha entsuleni nhe? He! He! He! Ayikuthukuthezeli ke ngoku?”
Celiwe: “You should try it nawe sometimes, its comfortable! Uhleka ntoni ke ngoku”
Mpumezo: “Kutheni ufake ipad ke ngoku?”
Celiwe: “Its called; panty-liner ke bhuti! Uvile ke?”
Mpumezo: “Ubozicheba inzeft mfondini! Yhu! Ezingaka! Inoba ukwafuyile apha! Angeke! Ezingaka?”
Celiwe: “Heeeeee! Zange ndaxakwa! Ufuna ikuku okanye izinza bhuti? Utsho ndinxibe ukuba uzahlolana nam”
Mpumezo: “Yho! Uxolo! Ha! Ha! Ha! Yima ndiyothatha itowell pha ecingweni! Bendiyihlambile”
Celiwe: “Are you kidding me? Ngoku ndinje? Uyandinyela kodwa! Undenze ndibatywe so kanti usezoyokulanda iitawli phandle? Hayisuka sapha iimpahla zam ndinxibe mna ndigoduke rha! Yikaka kaloku le undenzela yona!”

Wayesele ephandle kodwa uMpumezo ukugqibezela ukuthetha kwakhe uCeliwe. Wangqala ngqo ecingweni, wothula itowell yakhe, wadlula etoilet, ukuyochama. Waqaphela ukuba ngoku, umchamo utshisa ngakumbi kunakuqala kwaye ngoku nalamaqhakuva sele emakhulu, sele ebuphihlika amanye. Amanye ayeneentloko ezimhlophe, amanye eneentloko ezibomvu rhwee! Amanye kula aphihlikileyo, ayesele enwenwa ukudibana namanye. Yonke lendawo aphuma kuwo amaqhakuva, yayipiki, bubomvu rhwe.

Phambi kokuba kuphume umchamo, kwaqala kwaphuma into emhlophe buyelo kanje, ubofu. Wawakhupha uMpumezo amehlo kucaca ukuba limyile ngoku. Weza kodwa umchamo kodwa ubofu nabo bubonakala ukuba busaphuma. Wapresa, wakhama, wavuthulula wosula nge taweli, wake wazama ukunukisa ivumba; phuu! Inga liqanda elidala ukunuka oku kobu bofu. Wanxiba wabuyela endlini.

Celiwe: “And then, what took you so long pha phandle?”
Mpumezo: “I had to go pass the toilet and empty isinyi sam, kwenzela ndingaphinde ndikusokolise”
Celiwe: “Undishiya ndibatyiwe mna apha! Ngoqale ngokwenza ezi zinto zakho and then sityane ke ngoku”
Mpumezo: “Where were we?”
Celiwe: “Sukuthi; nyenyenyi apha! Come to bed already and make me scream like never before”

Wakhawulezisa ke uMpumezo ukukhulula izihlangu zakhe, ijini washiyeka ngesikhindi kuphela, waya. 

Mpumezo: (Ezicingela ngaphakathi) “Iyaqaqamba incanca yam kodwa andinawukwazi ukuyeka kuthobeke isidima sam kulentombi. Kuzakunyanzeleka umQwathi wam anyamezele, kakade litshantliziyo eli, ndilithembile. Alinakundiphoxa namhlanje. Ewe, kubuhlungu kodwa ndiyaya pha ukuze andonwaye kakuhle, kamnandi uCeliwe ngalagusha yakhe. Kuza kunyanzeleka ndingamvumeli ayibone incanca yam ngoku inje, akangeke avume ndimkhwele ngoku ndinje Lonto umilile lomntana, impundu zakhe zimthebelele, ihips zakhe de inga zibekiwe maarn. Igusha yakhe ndiyibona nje ukuba imnandi, nangona engachebanga nje kodwa imilebe yakhe indindisholo kwaye inokuba iyanambitheka kamnandi. Mandiqale ngomunca elibele lakhe ukwenzela umdla wam ubuyele back. Mqwathi, ungandiphoxi”

Celiwe: “Sukuliqinisa kakhulu kaloku ibele lam, libuhlungu maarn”
Mpumezo: “Uxolo love! I love you baby”
Celiwe: “Can you fuck me already? Kunini ndichama! Lonto uyayiromencer into maaarn! Yhu! Ha.a! Ndidiniwe kaloku nam”

Wabonakala ngokusineka uMpumezo ukuba ikhona into engahambi kakuhle pha kuMqwathi ngelixesha amfakayo. Kodwa watyhova ukuba mazilime ziye etyeni. Wayicenga kancinci lento ayenzayo kucaca ukuba inokuba usatha amandla. Kaloku, thina simazi uMqwathi ingumntu wezinto ezibalekayo, kutheni ngoku wabucotha? Wasineka? Lonto umana eyikhupha, eyijonha le chap ingezantsi apha. Aphinde abuyele ke enkomeni.

Caba yaphela ingavakali intlungu yomqwathi omfutshane, kuba ngoku umQwathi yaba ngulo simaziyo, waaventshuza, waventshuza, wawuqhuba ngononophelo umsebenzi. Kwaye ngokun izinto zazisele ziyondelelana kuye kuba, wabonakala ngokuncuma oku kwakhe ukuba uyazibona ukuba noko uwupasile umdyarho wokuqala. Kuba uhlobo yayisva kamnandi ngayo intombi kwakubonakala phandle. Yayide imkhwaze ukuba angaphezi imnandi, angayeki kuba wenza kamnandi. Imxelela ukuba iyamthanda, futhi kakhulu. 

Celiwe: “Ityheni itshisa ngoku Mpumie wamu! Imnandi”
Mpumezo: Sendizokugqiba baby! Ima! Imandi uvile”
Celiwe: “Ndicela uguquka! Undiphe ngemva! Please ndakucela torho”

Kwaguqulwana ke. Qaphela lento, uMpumezo wafihla umQwathi wakhe, ukuze kungabonwa monakalo pha kuye. Kuba kakade, wayeza kuyibona uCeliwe, asole engafuni ukuqhubeka, waqonda kungcono afihle. Uthe sele eze ngomva omnye umntwana, elindele ukunikwa okwakhe qha, umQwathi uqale ngothatha itowel, wosula usisi kaCeliwe. Wogqiba weza emaQwathini, kwek, kwakungakuhlanga tu, lamaqhakuva ngoku aphihlikile ingxenye yawo. Kukho ngoku nomchiphizo wegazi olubonakalayo. Nabo nobofu buntintiza ukuziphumela. Kunzima mos kulomfo!

Kodwa, akazange aye libuyayo umQwathi, wosula nje ze wathathisa apha ayeke khona. Wasole wabethela ukuba agalaze nje ze ayeke yonke lento. De wagqiba.

Ekuhleni kwakhe wathatha iphone yakhe, wafika kukho umyalezo ovela kuBonisa. Kaloku, loomini yaye iyimini yedinga labo lokukhuphana. Ngoku

Bonisa: (WhatsApp) “Sisaya nha etown?”
Mpumezo: “Give me One-And-Half-Hour love, siye ke”
Bonisa: “Ok!”

Sime apho ke okwa ngoku.

#DOUO

No comments:

Post a Comment