Thursday 19 December 2013

Scene #2.9

Aph'endleni yayimcaphukisa lento igqibokwenzeka edolophini uMpumezo. Wazithulela akancokola, wazidlalela nge phone yakhe, ephatha kukhalisa umculo, emamele ngee earphones. Aphathe kungena kwezi social networks akuzo, kungabikho mdla, suke aphume. Emva edolophini, akazange afune ukuba kukhangelwe le OIL okanye le AMLA OIL bekuthethwe ngayo. Wayengesenamali, wayesele eqongqothile umfo. Sele kushiyeke nje eyokugoduka imali, nobugcwabalalana betshintshi. Wathi makusele kugodukwa, iyophinda ibuyelwe eyeOIL ngelinye ixesha. Akazange atsho kodwa entombini ukuba imali iphelile. Suke ngoku bekuleteksi wanomsindo nje ongathethekiyo, ecaphuka. Wazicingela yedwa'

Mpumezo: (Ecinga) “Tyhini madoda! Lomntwana ucinga ukuba ndimuncu nhe? Ucinga ukuba andiyikrobelanga lento yokundisenga kwakhe? Ucinga ndimuncu lomhlobo? Ucinga uzophinda abaleke angabuyeli kum? Ucinga ndingumuncwane nhe? Kanti ke namhlanje ufikile esitishini. Ndizokumbonisa ukuba ndinguMQwathi ndodwa mna kwaye ufikile apho ebebhalelele khona! Icebo sele ndinalo! Thula ubone!”

Yayibetha-bethana ingqondo yomfo omkhulu. Ecinga nje ngemali engaka adlale ngayo, wabheja ngayo. Waqonda mhlophe ukuba lo usecaleni kwakhe ucinga udom. NoSisanda kwelakhe icala ukwenkulu intlanganiso. Ucinga iqhinga lokubaleka lomsindo uzayo. Wayiqonda nje mhlophe ukuba le izofuna ubhatalwa ngeempundu ukuze ixole. Wayengasoze ayinike, uzimisele ukuyibaleka, ayishiye enyanyeni. Kodwa wayezokuphuma njani? Akekho naloo Akhona ukwenza iqhinga ngaye, wayezokwenza njani bethu?

Sisanda: (Ecinga) “Phofu xa ndinofumana nje ithuba lokumka nezi mpahla kuye lomntu kungalunga. Akufunekanga nje ndizishiye kuye, akanakuvuma tu. Ndizokwenza kanjani kanene? Ndizokumcela ukuba andigoduse iimpahla and then ndizolala kuye late, andiyapho mna phofu”

Yaingathi iyabhabha iQuantum ukuya eLower, yayisele ijikela ngasePolice Station isiya ngaserhangeni kuloNomonde.

Sisanda: “Estendini driver”
Driver: “Erhangini sisi?”
Mpumezo: “Ewe bra!”

Yamisa iteksi, wehlika kuqala uMpumezo, walindela iiplastiki. Wazibamba zooooonke iqwela! Wayesecebeni!

Mpumezo: “Inenekazi akumelanga lisindwe ziplastiki indoda ikhona!”
Sisanda: “Heeee! Yehake nenekazi! Ha.a ndiziphathe wethu”
Mpumezo: “Subanaxhala! Sapha naloobhegi yakhoa ndiyixwaye nayo”
Sisanda: “Hay'bo! Hay hay bazothini abantu Babywam”
Mpumezo: (Ethatha kwalobhegi nakakade) “Ndifuna babone ukuba mna ndiyakuthanda and kwaye ndikukhathalele...! Masambeke!”

Yantsintsitheka ke le yaseMpumie, isindwa injalo. Wayesindwa nyhani ke shame kodwa akazange avume ukuphathiswa tu. Xa sele bengene esitratweni sabo, waqinisa ukukhawuleza umjita ukuya ngakwelakhe icala. Futhi kwacaca nje ukuba akazuphazanyiswa.

Sisanda: “Hay'bo masodlula ngezinto pha endlini”
Mpumezo: “Ha.a ndiyasindwa! Masiqale apha endlini ndishiye ndivulile kaloku oko bendivale mba!”
Sisanda: “Masise nje impahla kaloku mfondini! Sizobuya!”
Mpumezo: “Sele sifikile, asizohlala kaloku, iza”

Bajikela ngemva ehokini kaMpumezo. Wavula bangena. Wabeka ezompahla umfo omkhulu emva kwecango. Walinda nje lo angene, wayesazulisa pha phandle kodwa wade wazicenga wangena. Waluvala kwangoko ucango wonda ngentombi. Wambamba wamtyhalela eludongeni, wambamba entanyeni, wamxinanisela nodonga, wamphuza.

Sisanda: “Sukundibamba kabuhlungu Mpumezo tyhini”

Ayizange ithethe le yaseMpumezo. Yaqhubeka izama ukumncamisa. Emana edluthuluza uSisanda kodwa engenayo tu ichance, imbambe nka le ndoda. Wacinga esakuqala, kwakumele ayincamise idenge le ukuze imyeke. Naye wambamba entanjeni walufaka laphelela ulwimi. Wathatha umlenze wawujikelezisa ngemva kuMpumezo. Yavele yamana ivova indoda kucaca ukuba iva kamnandi. Kwaavele kwanyhibhinyhibhi umlomo ngamathe benxakuzana oonantsika. Indoda yayifunqula ukuyiphakamisa intombi le, nentombi yayithi gwije ukuyijikelisa ngemva nayo loomilenze.

Sisanda: “I think its enough now! Pheza!”

Akazange aphendule umfo, waqhubeka eyiphuza intamo nesifuba intombi, izama ukuzisusa kodwa eyiqinise kanobom unkabi. Wayiyeka yazimela ngezayo iinyawo, wazama ukuyikhulula esisikipa isinxibeleyo.

Sisanda: “Hay hay hay! Undikhululelani? Tshini!”
Mpumezo: “Ungakulinge undiqhele ikaka mna uvile? Ungandinyeli”

Watsho sele engatyhilekanga umfo ebusweni kucaca nje ukuba utyhile kwelemfene. Waqhubeke noku ebe ekwenza. Wasikhulula esasikipa, kwasheka ivest, nayo wayitsala ejinini wayikhulula. Kwashiyeka ibhodi, akangxama ngayo. Waqhubeka nokumphuza esammnise apha edongeni, Izandla zakhe umfo kamQwathi zathanda ukundweba, waamana ezifaka apha ezimpundwini ngaphakathi kwi jini kaSisanda, awabambe agqengeza eempundu, awankamfule. Uthe xa eza kukhulula ibhanti, yambamba lentombi kodwa ingayekanga ukwamkela ulwimi lomfo emlonyeni wayo. Wake wayeka unkabi wayonkamfula amabele, ewanyusa ewahlisa inga uyawakhama. Yaphinda yambamba entanyeni lento, yanbhenqa isinqe esi ikhawulela esi sendoda. Waqonda unkabi ukuba makasele esiya kwelibhanti ndini lebhongo, akanqandwa!

Walixhwitha ukulikhulula ibhanti, wayithoba loojini kucaca ukuba ungxamile, nentombi yavenqeza uisinqe ukwenzela yehle lejini. Emva kokuphuma kwayo lwii ukufunqulwa kwakhona. Ungalibali ke ukuba uMpumezo wayengakhululanga kwanto. Intombi yayingayifakanga impahla encinci ngaphantsi, yayisele ilungele ukudlala undize kakade. Wavula uziphu wakhe uMqwathi sele esitsha zintambo, esalibethe laphelela ulwimi ingakwazi nokuphefumla intombi.

Sisanda: “Cela ufake ikhondom ke”
Mpumezo: “Futsek! Awuzundixelela ngekhondom wogqiba ndimoshe imali yam engaka kuwe! Okanye wena uneAIDS?”
Sisanda: “Anditsho! Kodwa cela sizikhusele kaloku”
Mpumezo: “Entwenini?
Sisanda: “E...”

Womiwa uSisanda akakwazi ukuwagqiba amagama. UmQwathi eyihlome yahlasela. Esamfunqule enjalo.

Sisanda: “Iyanditya ke iziphu! Cela ukhulule ibhlukhwe”

Akazange aphendule uBrother Mpumezo, waqhubeka. Wafunquleka uSisanda ukusiwa ebhedini, wabekwa bucipha ebhedini, walaliswa yena ngomqolo, umntu wama ngeenyawo yena. Waabamba lomathanga makhulu uMpumeza ngesinye isandla, esinye isandla sasibambe amabele selethe phuhlu ngaphandle kwibhodi. Ebile emanzi inga uselugqatsweni lweembaleki, isikipa esi abe esinxibile sasisele simanzi, wayemane ezosula ngaso.

USisanda wayezama ukumtyhala lomfo ayeke, kodwa imdyarha lenkewu. Iinyembezi zasisele zizihlela emacaleni kobuso. Ezibambe wazishwabanisa iingubo.

Sisanda: (Elila) “Suka Mpumezo! Uyandenzakalisa ngoku”

Yakhe yakhona impendulo? Lomfo yayinga wenzela emsindweni, wayede waqinisa iindlathi, waluma neenyheke, waphuma nemithambo entanyeni, ebile ethe xhopho. Kwacaca nje phandle ukuba kusekude ekugqibeni. Isantya awaye ehamba ngaso sasingathetheki kwaye akukho mntu wase thyini wayenomelana nalangqumbo yasebhedini injeya! Kwaba nzima kanye xa etsalwa uSisanda ukuba iimpundi ezi zakhe zivele apha ebhedini, ze amadolo akhe apreswa asiwa emakhwapheni wakhe, waze lomntu wakude kuye, kwadibana iindawo zangasese zombini. Hayke wakhala xa kulapho uSisanda, yena akayiqhelanga lempatho inje kumntu wakhe. Le indoda yayizimisele ukumbulala.

Sisanda: “Ndiyacela torho pheza! Oyhini baby wam!”
Mpumezo: “Yima andikagqibi”
Sisanda: “Ingquza yam iyatshotshozela! Masiphume kaloku nana”
Mpumezo: “Andikachami”
Sisanda: “Ndicela ukuphozisa torho! Oyhini!”

Yangathi ithunyiwe ke le yasemaQwathini, wangathi ugalelwe iOIL emathanjeni akhe, hayke waya ngamandla. Ubugadalala obu akazange abucinge uSisanda. Uyamothuka lomfo. Kutheni enje? Makube ubuyisa izitya nhe?

Masibashiye apha ke kusenzima kuSisanda...! Sizobuya noNolitha emva kwesidlo sasemini.

#DOUO

No comments:

Post a Comment