Thursday 19 December 2013

Scene #2.18

Kwaye kungentsimbi yesixhenxe ekuseni. UMpumezo wyesalele ukuba kwakhe umntu onkqonkqozayo emnyango. Akazange acingele nto ngaphandle komama wakhe othanda ukumnkqonkqozela ekuseni phambi kokuba aphangele. Kodwa namhlanje akukhwazwa, akungxolwa, kuyankqonkqozwa qha. Kwaye lomntu uzingisile, kwaye uyacenga ukunkqonkqoza oku. Wathatha iphone yakhe ubhutiza, eza kujonga ixesha, tyhini igcwele zi messages, whatsapp, missed calls. Wachopha ngeempundu, wazama ukufunda; Zonke zigcwele umamfundisi. Kudala ezama ukuyivusa le, esaphuma endlini, esendleleni ezapha, nangoku elapha emnyango uyazama ukuyixelela le ukuba mayivule, nguye. OH ngumamfundisi lo ulapha emnyango. Wajonga ixesha unkabi, iyhoo ngu07:06. Waabheka-bheka ukuba akhonto ime kakubi nha, akukho zinto zishiwe ngongekho mthethweni. Akukho zimbunga zijingayo nha, akukho nto ingamkrokrisa nha umamfundisikazi. Hay wonela umfo, wazilungisa kakuhle iingubo, engondluli kodwa eziqoqosha, kwenzela kucace ukuba ulala bhetele, akakhabalazi kwaye akagqibi ndawo.

Mpumezo: (Esazozelisa) “Ndiyeza yima”

Wema esizikithini sehoki yakhe wazijonga ukuba yena kuqala unxibe njani nha, wazidela, waxhumela ijini yakhe, wayinxiba. Wacinga ukunxiba isikipa, suke waqonda ukuba hay nook kudala emlindisile umntu pha phandle, wayovula.

Mpumezo: (Ekhama oku komntu oleleyo) “Oh mamzo nguwe”

Mamfundisi: “Ndiyathembela awulelanga nantombazana kuba ndifuna ukungena”

Mpumezo: “Hay’bo mamzo! Ungayitsho kanjani lonto?”

Mamfundisi: “May I come in? Kudala ndime apha Mpumezo”

Mpumezo: “Oh! Yes! Yes! Yes! Ndiyaxolisa! Ha! Ha! Ha! Where are my manners? He! He! He!”

Waswaya uMpumezo wama bungasemva kwecango ukuvula indlela ukwenzela losisi angene. Wathi xa ezakulivala ucango, wajonga phandle, waabona uSisanda, umile, ujonge ngqo apha. Makube ukrokrela nto phof? Wazama ukuphakamisa isandla ezama ukubulisa, yamjonga nje ke le ingusisanda ayamhoya yaya kwelicala iya ngakulo. Yaamkhathaza noko lento uMpumezo, ingumnqweno wakhe ukuthetha ze axolise kuSisanda kodwa akaphenduli nto evela kuye. Phofu makeve le izelwe ngumamfundisi, uzakumbona mva uSisanda. Waluvala ucango. Xa ejika eyoya undwendwe, tyhini, intombi ihleli phezu kwebhedi pha kanye emantla, emqamelweni.Ibeke ibhegi yayo encinci phantsi, easonga izandla, ze yokha ufo ngemilenze le yayo.

Umamzo le ke, unxibe nje isihlangu sikanokutsho esichophileyo, wanxiba ilokhwe ephela ezantsi kancinci apha emadolweni. Uveze icleavage entle, wayihombisa nge chain legolide, ze wajingisa iishades. Ke lonto uzipeyntile kobubuso bakhe, wazibhala, waphushunga ke ngalemigutyana bayisebenzisayo. Ivumba lakhe lagcwalisa yonke lohoki kaMpumezo, noncumo lwakhe suke lwayenza yakhanya lehokana mfondini.

Mamfundisi: “Yintoni wachophela kude kunam? Yiza chopaha apha, kumele ndingakhwazi xa ndithethayo! Sondela”

Mpumezo: “Hay kulungile mamzo! Thetha nje wena!”

Mamfundisi: “Ubuthe mos ungandenzela yoke into endiyifunayo?”

Mpumezo: “Ndisatsho nangoku mamzo. Thetha nje wena”

Mamfundisi: “Mamela ke bhuti! Umtshato wam uyachithakala and ndidinga uncedo! Kwaye ndilufuna ngokukhawuleza”

Mpumezo: “Yho! Hay’bo njani ngoku? Ngoku nithandana kangaka notate?”

Mamfundisi: “Ewe! Xa siphambi kwenu yonke into ihamba kakuhle. Kodwa sakuba sodwa, ha.a lelinye nje ibali”

Mpumezo: “Hay’andikholwa tu mamzo! Ayifani nani lento”

Mamfundisi: “kholwa ke bhutiza uyixelelwa ndim mna mnikazi wayo! So, ndingakuthemba?”
Mpumezo: “Ewe mamzo! Kodwa njani?”
Mamfundisi: “Lento iphelele apha phakathi kwethu sobabini”
Mpumezo: “Ewe mamzo ndithembe”
Mamfundisi: “Enkosi! I knew that i can count on you! But, there’s more...!”
Mpumezo: “Yintoni ngoku mamzo?”
Mamfundisi: “I need a favour from you! Just one more thing you can do for me”
Mpumezo: “Anything mamzo! Trust me i will do it for you!”
Mamfundisi: “I want you to make love to me”
Mpumezo: “Pardon me?”
Mamfundisi: “Awuvanga ndawoni?”
Mpumezo: “Andikuva serious mamzo! Khawuphinde!”

Waphakama losisi, weza ngqo kuMpumezo khwasu indoda enkulu ukuma ngenyawo, inga ibona umshologu ukuwakhuma amehlo. Wema ngedonga waminca inga usukela izinja ezilwayo. Wabe umamzo wakhe elapha phambi kwakhe. Wabanjwa efigeni uMpumie ngumazo wakhe, yena ekhefuzela ingathi wothuswe ngesele.

Mamfundisi: “Relax, i won’t bite you. Ndifuna nje sizivise kamnandi sobabini. Ndaziwa ndiphangele pha endlini. So, sinemini yonke de ibelixesha lam logoduka. Ndifuna undiguqule, undiphequle, unditunusise, undilence, undithwaxule, undixikixe kangangoko ufuna. Ukuba nje ungakwazi ukundanelisa, i promise to take a good care of you. With anything you need! Trust me!”

Mpuemzo: “Mamzo...!”

Mamfundisi: “SSShhhhhhhhhhhh! Trust me! I won’t bite you! Ndibhuqwa yindla kwapha endlini! Landoda ibuya ihluthi so nam ndifuna ukungazixakekisi ngayo. Ndikuthembile ke Mpumezo. Ndithe kuwe, awuzudinga nto ndikhona, nantoni oyifunayo ndikhona, wena uzondipha qha.

Mpumezo: “Izobhaqwa lento mamzo ngu tata umfundisi, xa u...”

Mamfundisi: “Yiyekele kum yonke enye into, asoze ndikuyekele, asoze sibhaqwe”

Mpumezo: “Ndiyayoyika le nto sizifaka kuyo...”

Mamfundisi: “Please, stop talking already and make me scream and feel good again! Ndibatywe ngokun nje ngokukubamba apha esinqeni. Ingase undiphe ngoku.

Wasondeza umlomo usisi omdala kulo wendodana. Wake wafuna inga angathetha agoloze uMpumezo akwazi, wawusele ufikile lomlomo kaMamzo wakhe. Tjiooo! Suke wa soft, wathamba lomlomo, wamanzi, waphola. Watshona ngoku uMpumezo, walibetha loyela olwakhe ulwimi kumama umfundisi wakhe. Suke wamguqula, yanguye ngoku oxinanisela yena eludongeni. Wazithi naa izandla umamfundisi inga unguYesu ubethelelwe esiphambanweni. Yayeka lanto ukuphuza usisi omdala emlonyeni, yaba ngathi itsalwa yilephufyum ilapha entanyeni nasebeleni, wayenga uyayosula ngemilebe kunye nolwimi lwakhe. Wayewankamfula amabele entombi endala, ayeqine qiniyane iingono zidubule. Wayemana esihla enyuka umamfundisi inga uyazonwaya koludonga angqiyame ngalo. Inga ushiywa kwimarathon uhlbo awayekhefuzela ngalo, wayephatha kumbamba amqinise uMpumezo lo, inga ngumntu otshiswa ngumchamo ke ukuminciza isinqe.

Wamsa ngoku emandlaweni umntu omdala uMqwathi. Sele nalomQwathi ungezantsi ezicacisa ukuba ukhona, wayesele ethe thu ngapha kwejini naye, inga uthi aninakutya ndingekho. Imithambo nantos ke ixananazile kuye, suke wanebala elibengezelayo, suke washayna.

Mamfundisi: “Ndingxamile! Khawude wenze! Andiqhelanga kuzenziwe kaloku mna ezi zinto...!”

Siyishiye kea pho! Sibonane ke kusasa!

#DOUO

No comments:

Post a Comment