Thursday 19 December 2013

Scene #2.4

Waphuma emandlalwe umfo sele izinto zidubule zikhomba indlela ukuba iya ngaphi, wayogqogqa ewodrophini yakhe. Kaloku wayefuna itawel yokubeka ngaphantsi kwabo. NoThembela wathi krwaqu wogqiba wacimela, ube ezimisele yena ukungamniki umfo omkhulu, amgcisele de kuse. Kodwa, uhlobo elulo imeko, elothuba alisekho. Ubuyile netawel uMpumezo, wasusa ishiti lakhe ze wasele esondlal lataweli. Wangena ezingubeni akuzilungisa ze wajonga elinenekezi.

Mpumezo: (Ebungxama) “Khawuze torho! Wenzani ngoku?”
Thembela: (Esathambisa) “Hay'wethu! Ngawume ndisathambisa! Ndiyeza!”
Mpumezo: “Yintoni ebangela uthambise kodwa uzakulala? Yiza maaaarn ndiyaphela kungxama!”
Thembela: “Hay'phola wethu!”
Mpumezo: “Khayeke maaarn jo! Tjiooo!”
Thembela: “Kumele ndithambise kaloku ukwenzela ndingatyabuki kwakhona! Sungxama!”
Mpumezo: “Uyenza ngamabom maaarn nawe Thembela lento! Uzongcolisa iingubo zam ke kokukuthambisa kwakho! Ndizosuka ndizokurhuqa ke mna!”
Thembela: “Ingathi yeyam ke lento uzondirhuqela yona!”
Mpumezo: “Tjiooo! Ndaze ndikufumane sisi! Nakuwe iyeza lemini”
Thembela: “Ungade”
Mpumezo: “Ndingade nto?”
Thembela: “Undishwabulele bhuti ngengquza yam kaloku! Yeyam!”

Watsho sele nxiba imbunga yakhe usisiza, isenala pad ibomvu yitumata. Uthe esalungisa isikipa azolala ngaso, weva ngezandla ezibandayo ezimbanjeni zakhe, waxhuma, watswina kakhulu, waziqotha kodwa ebambe amabele, inga ayaphalala mfondini egcwelise isandla. Wazibona sele ephezulu, umfo ka MQwathi edikwe yeyokosa! Wamthi whii ukumjula kwakhe ebhedini, intswayiza lanto ingenaxhala lanto. Yayisele ufutha inyok'enkulu ifuna undikho, ukuba ingaphosana neli ixhoba, ingafa.

Thembela: “Yhuuu! Hay'ziyabanda izandla zakho mfondini”
Mpumezo: “Zenze shushu kaloku”
Thembela: “Khabe uzifaka phathi kwamathanga akho ke zishushubezeke kaloku”
Mpumezo: (Ezama ukumphumza) “UYinxibeleni imbunga kanti baby?”
Thembela: (Ebalekisa umlomo) “Ndikuxelele nje ukuba ndiyamensa”
Mpumezo: “Ndizakukheninga ke ngokwam, ndivale lendawo ivuzayo apha kuwe”
Thembela: “Hay'zondeza wes maaaarn wena!”
Mpumezo: “Lizovaleka nana suwara”
Thembela: “Cela sisebenzise ikhondom ke bhuti”
Mpumezo: “Andinazo zisandiphelele! Asiqhelanga kusebenzisa zona moss so yintoni ingxaki?
Thembela: “Hay'bo? Ufuna unditya ndigxaza forini? Igazi? Yhuuuu ha.a!”
Mpumezo: “Uqala ukundinyela ke ngoku! Asiqhelanga kusebenzisa khondom thina! Yintoni ngoku? Ndithe kuwe akho wheyi ngoku unjalo. Okanye ubutyiwe kwenye indawo?”
Thembela: “Hay'ke ngoku! Bendityiwe ngubani? Phi? Nini?”
Mpumezo: “Yaziwa nguwe ke leyo”
Thembela: “Akhange nditsho kuwe ukuba oko bendisententeni mna imini yonke! Ndilifumene phi ixesha loyotyiwa? Ndityiwa phi ngubani khona?”
Mpumezo: “Andiyazi! Nguwe oyaziyo! Khaze wethu...!”

Waqabela ngaphezulu umfo omkhulu, kucaca ukuba akanakanga enye into. Ukuba nje angafumana le ayifunayo yena kungalunga. Wazama ukuphuzana noThembela kodwa lo ungaphantsi wayengathi ugalelwe ngamanzi abandayo uhlobo awayenyabe ngayo. Wazama uphopho kucaca nje ukuba yena ufunzele ezantsi.

Thembela: (Ezama ukumsusa) “Besike sathandaza phambi kokuba silale? Hay'bo kumele sithandaze mfondini!”
Mpumezo: (Shocked) “Are you kidding me?”
Thmbela: (Emsusa) “Ndicela ke siguq sithandaze mfondini”
Mpumezo: “Xa sele sigqibile kaloku nana! Oh yhini torho!”
Thembela: “Sisinde ezikolini kaloku! So, kumele simbulele uThixo usenzele imbe...!”
Mpumezo: (Cuts in) “Yikaka ke le undixelela yona uvile? Yitsho ukuba wena awufuni ukulala nam, ndiyeke”
Thembela: “Anditshongo ke mna ukuba andifuni. Ndithi masiqale sikhuleke! Sibonge umdali ngokusikhupha emlonyeni wengonyama engusathana. Awunambulelo wena, ufuna sityane kodwa sigqithe kwinto enzima. Hay'bhuti! Ndicela sike sithandaze please”
Mpumezo: “Yikaka ke le undixelela yona uvile?”

UMpumezo ebesele engaphezulu kakade ngoku kuxoxwayo kodwa imbunga ingekehli. Caba uqondile ukuba uzame ukuhlisa yona iyakuba ngumsebenzi, wayesele esitsha zintambo, efuna into ibilapha. Walala bhunxe wonke kuThembela, waxhathisa umfo omkhulu ngamadolo akhe. Enye ingalo wayifaka ngapha kwentamo kaThembela ukwenzela angakwazi uphrutshuluka ke. Ngesinye isandla wazama ukuvula indlela ukwenzela umQwathi afumane indlela.

Wapitsholoza ke noThembela ezama ukuphepha-phepha lomQwathi kucaca ukuba uze ngetshova namhlanje. Kodwa kunzima ngoba uMpumezo unamandla ngaphezu kwakhe. Kwakungekho mntu uthethayo kodwa inguduntsu-duntsu ookwemiqhagi elwa ngethokazi letyiphu. Wabangathi kuyaliwa, omnye uzama ukususa omnye, nomnye ubhalele esinqeni komnye.

Wade wakwazi uMpumezo ukuswayisa imbunga nepad endleleni kamQwathi kodwa zingehliswanga. Wambethelela watshona ngesispidi esinye, ke waxhathisa, waxhathisa ngamadolo, ngeengqiniba zakhe, waxhathisa unkabi ude ukhuphe ulwimi. Watsho ngo 'AAAAAaaaaahhhhAHAAHAAhAhAHAHAHA” omde ke noThembela wayeka nookokulwa. Usalwela ntoni? Uphakathi nje! So makayeke! NoMpumezo, wayekelela ukumqinisa, sele encumee ekhuphe ulwimi olutsolo ecaleni. Wayesaxhathise ngenqentsu uThembela kunye nesinqe esibhenile.

Thembela: “Khosuke torho!”
Mpumezo: (Sele eqalisa ukwenza) “Ohyhini nana khayeke! Zothi nje bekanye!”

Hay'ke waqala nomdla kaThembela ukuza nganeno, ngoba naso isinqe sintsuluza naso kancinci. Wenza umfana iinto adume ngazo. Aphathe kumguqula ajongise ngapha, nangapha. Amzise ngomva, ibe nguye pha ngaphatsi, ame ngeenyawo phantsi intombi ingqendeve ngomqolo apha emandlalweni. Andisathethi ke ngomncwino otsho kamnandi mfondini.

Mpumezo: (Esakhefuzela) “Enkosi! Singathandaza ke love”
Thembela: (Emjonge kakubi) “Iphelele nalento ubuyifuna? Sowugqibile? Iwes undishiya nisaqala uku enjoya, wena undixelela ngokuthandaza! Yimele into yakho bhuti! Nxxx”
Mpumezo: “Use wathini nawe? Yintoni ingaki yakho?”
Thembela: (Ecaphuka) “Hasuka ndiyeke wethu....”

Waguquka omnye wajonga edongeni...!

Sibonane emva kwentsimbo yesibini...!

#DOUO

No comments:

Post a Comment